Sunday, June 21, 2009

Schl opening

Three school girls muching past group of school boys on a school opening in East London South Africa ,Check this boy with the panama and the one on the right with black jerzy,what is going on your minds boys.Pic by Mlondolozi Mbolo.
Big group of young girls between the age of 6 to 12 yrs performs their traditional Dance at the Sinomonde Primary School's opening by Eldred Fray from department of Education,former primer of the Eastern Cape Nosimo Balindlela and Price Mthuthuzeli Makinana of AmaNdlambe,the school is just stuated just outside the East London CBD,near EL Airport place called Santa. Picture MLONDOLOZI MBOLO 18/06/2009




Emva kwexesha elide kakhulu ndihleli kwiphondo lentshona koloni ndingasa goduki.Ngoku ndibuyile ndikwiphondo labantu yiyolento uzomane ubona imifanekiso yezakwantu.Lomqela wabantwana bangabafundi kisikolo samabanga aphantsi ekuthiwa yiSinomonde Primary School kwindawo ekuthiwa yiSanta ngase East London International Airport.Inene ndithi kumnandi ukubuyele endulo,ndiyazi abanye benu abavumelani nam kuloto.



Schl opening


Terminator 2

DIED IN LINE OF HIS DUTY: A man between 30 and 40, was shoot dead by Fidelity guard in an unsuccessfully army robbery in Score supper Market Samora Machel Philippi, Cape Town, South Africa on 07 May 2005.It happened when two Fidelity guards went to collect the money,8 armed men opened the fire to the guards, one guard was shoot in the stomach. Picture Mlondolozi Mbolo 2005/05/07

Xhosa verson:Njengaye namphi na umthwebuli mifanekiso kwabanjalo nakum,naphina apho ndihamba khona ndisoloko ndine Carmera emotweni yam noba andihambi ngamoto i-Carmera ikhona kum.Ngale mini benihamba kumatyotyombe aseKosovo,e-Samora machel ngase Philippi ndiyoku cithsilela nge carmera intlalo yabantu basematyotyombeni kulandawo.Ikosovo imelene kanye nevenkile eyisuphamaketi yakwa Score.Besele ndigqibile mna ndisiya emotweni i-Flamingo.kuthe xandivula ucango ndeva isthonga sokuqala sompu sitsho kanye ngakule Super market,ngoko nangoko ke ndibaleke ndaya ngakhona.Ndathi ndivela nje ndabona uNogada wakwa Fedelity onxibe ibhulukwe eluhlaza okwenca nehempe emhlope ebisele ipeyintwe bomvu kengoku,lomfana womlungwana ebebaleka esiza ngakum ebambe kanye apha enxebeni ephangweni lasekunene.enye igadi ibisemotweni kwabe lomfo ulele kulendawo edubula ngamandla kulegadi isemotweni.Yaphuma yabaleka lena ibisemotweni kangange mitsi esixhenxe yabuyela umva idubula.Yangena emotweni kulapho ke ibivutha bhe ngumsindo yabuyisa umva imoto lena yabe iqhubekeka idubula yamchana lomfana.Besele kungekho nenja lena phambikwalevenkile ibindim nalegadi njegoba ubona emfanekisweni endijonga ngoku sele ejoyinwe ngumhlobo wakhe futhi ke bendimoyika ukuthi acinge ukuthi ndigomnye wabarhwaphilizi mali.Yonke lento yenzeka kangangesithuba semizuzu emihlanu.Lemifanekiso yaba kwicwecwe lokuqala kwiphephandaba ekuthiwa yi-Daily Voice.Igadi eyadutyulwayo yaphila zange ke ndiyilandelele ukuba isaphangela kulomzi wothutho mali kusini na.

That its the end of my story about the army robbery,you can read the picture and analiys it as I was using Nikon D100,Nikon lens 28-85.

Terminator


Monday, June 15, 2009

Masibebanye

Nelson Mandela's birthday,only few weeks to come for our big boy/old man to be borne again for his 91th birthday this picture was taken in Paarl prison Cape Town,South Africa on 18 July 2008 Picture:MLONDOLOZI MBOLO 20/07/2008
Guiterman and his two audience playing at the back of his shack in dusts street of Kosovo,Samora Cape Town in South Africa,picture was taken on 17 March 2002 Picture:MLONDOLOZI MBOLO 20/07/2008

Cape Town 080702 Refugees recieving Buckets,blanket,and washing basen in Cape Town South africa from the NGO group picture Mlondolozi.Mbolo


Little Mlo Mbolo

This picture was taken when someone was 11 yrs old,this was after church as you know ngisonta e Zion.

Little Mlo Mbolo


Yaazi yini nam sengifisa ukuthi ngingafinyelela kwizinga lamaqhawe asendulo ayethwebula izithombe,njengabo bab' Fan Jason,Eanerst Cole,Sam Nzima,Alf Khumalo,Peter Magubane bonke nje nengingaba khankanyanga.Nandinika umfutho wokuthi mina kumzanana kwanelali encinane engiphuma kuyo kuthi maku manje igama lelali nesibongo sonyana wesizukulwane sesende lakwaMbolo,Dyamdeki oxhamela onokwindla,ncancashe butsolo bentoga.liyakwazi ukuthi libonakale kwezinto zikanokithso.Ngiyanibongoza ke nina bedlulayo emhlabeni ukuthi ningilwelwe kwizitha zami zonke.unyana wenu Mlondolozi Mbolo.

Tuesday, June 9, 2009

On the atteck from right Mfundo Gwayana japing Sizwe Sinyabi on their clach fight that was held in Orient Thearther East London South Africa on 7 June 2009,the fight ended up with a drwa Picture Mlondolozi Mbolo 17/04/2009 © Daily Dispatch

Monday, June 8, 2009

Ndiyagodola star Radebe Ringo

DIYAGODOLA STAR:Ringo Mdlingosi was performing in East London last night 24 Saturday May 2009 at Robbie de Lange Hall in Sunnyridge just few killomiters from the CBD,only 300 tickets be sold for the concert by the BCM. Picture:MLONDOLOZI MBOLO 25/04/2009



































Saturday, June 6, 2009

Ndiyagodolo star Radebe Ringo







DIYAGODOLA STAR:Ringo Mdlingosi was performing in East London last night 24 Saturday May 2009 at Robbie de Lange Hall in Sunnyridge just few killomiters from the CBD,only 300 tickets be sold for the concert by the BCM. Picture:MLONDOLOZI MBOLO 25/04/2009








Diyagodola star Radebe, Ringo

DIYAGODOLA STAR:Ringo Mdlingosi was performing in East London last night 24 Saturday May 2009 at Robbie de Lange Hall in Sunnyridge just few killomiters from the CBD,only 300 tickets be sold for the concert by the BCM. Picture:MLONDOLOZI MBOLO 25/04/2009